audio audioduration (s) 1.1 31.5 ⌀ | transcription stringlengths 5 311 |
|---|---|
enye intlanzi imke negwegwe lam | |
akazange abaxelele ngephupho lakhe elenza ukuthi amayizele entliziyweni yakhe | |
hawu hawu akusemnandi wakhonkotha udomino etsiba ephuma phantsi kwebhedi | |
ingqikelelo ibonisa iimpawu zeeproject zedijithali isandi esintywiliselayo kunye nezihlalo ezicambalalayo | |
kutheni upeyinte ulwandle | |
four zero seven | |
warhotyoza egoduka eqaqanjelwa esabanjwe linxele likakhetsekile wayekhethazeke kakhulu udyakalashe | |
sixtyeight thirtyfour ten | |
every bone in her aged body seemed broken or dislocated | |
gqibani iblakfesi yenu bantwana umakhulu utshilo | |
trillion and billion and million and thousand and hundred and | |
yet he dreams he is immortal i argue feebly | |
umvundla unamendu adlula nawomoya | |
kodwa amantshontshwana akhe ayengamhoyanga | |
ngephanyazo udell wafikelwa lelona cebo likrelekrele nelimangalisayo | |
bafikelele njani kwisigqibo | |
ihagu ayifuni kutsiba ecingweni kwaye kuya kusiba mnyama ngoku | |
it fairly clubbed me into recognizing it | |
baza beva umgqumo | |
for such countries nothing remained but reorganization | |
ngexesha esethekweni umvundla waye watya wasela wade waxhentsa | |
i came for information more out of curiosity than anything else | |
i suppose you wonder why she is coming up here | |
a new preacher and a new doctrine come to jerusalem | |
zero fortytwo one | |
umagozwe wayephupha ngokuba ngumqhubi weenqwelomoya | |
wakroba ekoneni yophahla | |
wonke nje umntu uyagramza konwatyelwe ukutya okumnandi usebeze watsho kalusizi | |
kwaye impumlo yam iyaliva ivumba leejalebisi zigcadeka egumbini lokuphekela likamama | |
death had come with terrible suddenness | |
kodwa msinyane luyaphola ndiluginye | |
bala kwakhona | |
zero thirtyfour one | |
ibloem celtic nenewcastle united zadlala zombini ngomgqibelo kwibala lezemidlalo isoccer city | |
impilo yakho iyalana neekati sibu kutsho unkosikazi magona | |
it lived in perpetual apprehension of that quarter of the compass | |
ungumhlobo onjani lo ofuna ukutya omnye wabantwana bam | |
uzimkhitha wajonga elo gquba labantu laliyiyizela lihleka limqhwabela izandla | |
iqela lizichaza njengantoni | |
ube yindawo yesazulu sombutho okhuthaza idemokhrasi | |
ndenza umatrayivethi ucacise njalo ulwazi | |
ithathwa njengendlunkulu yabathandani besini esinye eafrika | |
mingaphi iminyaka yakho tata | |
and raoul listened again to the tale of the house | |
iintuku zafuna ukuzigrumbela eyazo imingxuma | |
five four six | |
six three one | |
undlovu weza neemarula eziswiti namandongomane | |
umshumayeli omtsha nemithetho yecawa eza ejerusalem | |
four eight eight | |
jonga ijezi yakho inoboya obumnyama watsho umnumzana samson esolatha | |
his outstretched arm dropped to his side and he paused | |
what pascal glimpsed with the vision of a seer i have lived | |
unhlanhla vilakazi wafumana ikhadi elibomvu kusompempe | |
yathi ngcu kwisebe lomthi ithatha isiqabu | |
ubhuti kawangari waabacenga abazali ukuba bavumele uwangari aye esikolweni | |
umqeqeshi wafaka umpho thulo endaweni kaphumlani ntshangase umdlalo usanda kuqala | |
eight five one | |
xa begula kwakungekho mntu wokubanceda | |
kakade nje kwakungekho dyakalashe | |
utebogo monyai wakhabela ibhola phambili | |
hayi ayifani tu | |
umfene nonkawu bancuma ngolonwabo | |
he bore no grudges and had few enemies | |
four zero two | |
ukufa kukasizwe yilahleko enkulu watsho umfazi womfama wobisi emva komngcwabo | |
umakhulu waphakamisa amehlo kumthungo wakhe waza umama wakroba ekoneni | |
thirtyfour zero one | |
emva koko yamkrwempa yamluma wade wanyanzeleka ukuba ayiyeke | |
uyaphi uhamba wedwa nje | |
namhlanje lusuku lwemarike utshilo | |
kakade nje kwakungekho dyakalashe | |
we have plenty of capital ourselves and yet we want more | |
sabasa umlilo omkhulu sagibisela ilitye elinqgukuva elingudileyo emlilweni | |
siyayibona ipenti yakho kwaye inomgqobho | |
what was the object of your little sensation | |
ekugqibeleni umqhubi weteksi wemisa erenkini | |
bathi xa befika emlanjeni batshintsha izikhundla umvundla wabeleka emqolo kufudo | |
idyasi yakhe enzima yamtsalela ezantsi warhaxwa | |
tyhini khangela izityalo | |
ayikho kwimeko entle kakhulu | |
ekupheleni kwedlelo kwakukho amawa namatyholo | |
it was his intention to return to eileen and her father | |
ndifuna umhlobo endinokuqubha naye andichithise isithukuthezi | |
seventyfive five fifty | |
nine two six | |
gregson was asleep when he reentered the cabin | |
ingaba iphi ikayiti yam ngoku | |
nantso iglasi yokusela efestileni | |
mab she said | |
seven fiftyseven fiftysix | |
kodwa amantshontshwana akhe ayengamhoyanga | |
yakhomba kumzi otyheli onophahla olubhlowu | |
he saw jeanne falter for a moment | |
wenza nentsimbi yomqala entle esenzela unonkungu | |
providence had delivered him through the maelstrom | |
kutheni iqela lineenkokeli ezine | |
andikuncedanga na ndakukhupha emngxunyeni onzulu njengoko ubundicelile | |
zigqithile iiveki ezimbini kungekho nethontsi lemvula | |
call me that again he murmured ecstatically |
End of preview. Expand in Data Studio
README.md exists but content is empty.
- Downloads last month
- 4